Home / About Us / Learn Xhosa / Question words, Quantities, Weather and Time

Question words, Quantities, Weather and Time

Xhosa Question words, Quantities, Weather and Time

Question words

Who? Ngubani?
What? Ntoni?
Why? Ngoba?
When? Nini?
Where? Phi?
How? Njani?
How much is it? Yimali ni?

 Quantities

Many, a lot of Kuninzi; okuninzi
A little of Okuncinci/ intwana
A dozen of Idazini, ishumi nambini
A few Mbalwa
Enough Okwaneleyo
Too little Okwaneleyo
Too much Kuninzi kakhulu
A kilo of Ikilo

 Weather

What will be the weather today? Linjani izulu namhlanje?
What will be the weather tomorrow? Lizoba njani izulu ngomso?
It’s cold. Kuyabanda.
It’s warm. Kuyatshisa.
It’s raining. Liyana.
It’s snowing. Liyakhithika.
It’s foggy. Kunkungu.

 Time

What time is it? Lithini ixesha?
It’s five o’clock. Intsimbi yesihlanu.
Five fifteen. Mkhono emva kwentsimbi yesihlanu.
Five-thirty. Isiqingatha emva kweyesihlanu.
At four forty-five. Umkhono phambi kweyesine.
At five ten. Imizuzu elishumi emva kweyesihlanu.
Four-fifty. Imizuzu elishumi phambi kweyesihlanu.
It’s midnight. Kusezinzulwini zobusuku.
It’s noon. Emini emaqanda.
Ten minutes ago. Imizuzu elishumi egqithileyo.
In half an hour. Ngesiqangatha seyure.
Since nine p.m. Kusukela ngentsimbi yesithoba ebusuku.
After seven p.m. Emva kwentsimbi yesixhenxe.
Before eight a.m. Phambi kwentsimbi yesibhozo.
When does it begin? Iqala nini?
He’s on time. Ufike ngexesha.
He’s late. Ufike emva kwexesha.
Earlier. Ngaphambi lixesha.
Before. Phambi kwexesha.
After. Emva kwexesha.
Soon. Kwangoku.
On Wednesdays. NgoLwesithathu.
Each month. Inyanga nganye.
Each week. Iveki nganye.
Since yesterday. Kusukela izolo.
Since May. Kusukela ngoMeyi.
Since last week. Kusukela ngeveki egqithileyo.
Since last month. Kusukela ngenyanga egqithileyo.
Next year. Kunyaka ozayo.

COMMENTS:

Time in the olden times was measured by the sun (ilanga). The Xhosa people observed the natural cycles of changes of the day and events which accompanied these changes. For example, the early dawn was described by the names of the stars which appeared at dawn. Morning again was marked by the activities of the day. For example, mid-morning (intlazane) was marked by the return of the cattle from the fields for milking. The position of the sun played an important factor in naming time as well; e.g. noon was termed emini emaqanda, which means that the eggs would have been laid. This traditional concept of African time was changed by the Western concept of clock time.

An example:

A: TouristB: Xhosa speaker Question words, Quantities, Weatherand Time
A: Ungubani wena? Who are you?
B: NdinguNcedile. I am Ncedile.
A: UNcedile wakwabani? Ncedile who?
B: UNcedile     wakwaSaule. Ncedile Saule.
A: Ncedile, ndicela     ukutya okuncane. Ncedile, may I please have a littlefood.
B: Kulungile.     Uzowubukela nini umdlalo? Alright. When will you watch thematch?
A: Ndizowubukela     ngomso ngo-5 ngqo. I will watch it tomorrow at 5 o’clock.
B: Liza kuba njani izulu     ngomso? How will the weather be tomorrow?
A: Liza kutshisa ngomso.     Lithini ixesha ngoku? It will be warm tomorrow. What isthe time now?
B: Kusemini enkulu. It is noon.
A: Yhu! Ndishiywe     lixesha! O dear! I am late!

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

Time limit is exhausted. Please reload the CAPTCHA.