Home / AmaMpondo

AmaMpondo

Inkosi u Phondolwendlovu Zanembeko Ndamase born 18 June 1951

Phondolwendlovu Zanembeko Ndamase, born 18 June 1951

Ngalemini: 18 KweyeSilimelaKuzalwa Inkosi u Phondolwendlovu Zanembeko Ndamase unyana ka Kumkani wamaMpondo aseNtshona eNyandeni u Tutor Nyangelizwe Vulindlela Ndamase nowakwakhe, HRH Jessie Thandiwe Zulu, owazalwa siSilo samaZulu u King Solomon ka Dinuzulu. INKOSI u Phondolwendlovu uzalwa ne Nkosi u Makaziwe Ndamase utata weKumkani yamaMpondo aneNtshona kungoku nje u Kumkani u ...

Read More »