Home / Tag Archives: AmaBomvana

Tag Archives: AmaBomvana

Ukombathiswa kweNkosi kumaBomvana, Ah! Zwelikhanyile, Jalamba kaTshezi

Vuyani Gwebindlala, Ah! Zwelikhanyile - iNkosi yamaBomvane - Bomvana Traditional Council 53

Ngolwesihlanu umhla weshumi elinane kule yeKhala (14 July 2017) ibinguMbo nomXesibe kwaNoofisi Komkhulu eMgojweni eXhorha kwelamaBomvana. Le ibiyimini enkulu ngeyona ndlela, imini yokombathiswa kweNkosi kumaBomvana kwiNkqila iBomvana Traditional Council, uNkosi uVuyani Gwebindlala, Ah! Zwelikhanyile. uNkosi u Zwelikhanyile ebethatha indawo kunina omzalayo umama uNoofisi Gwebindlala, iNkosikazi yongasekhoyo uNkosi uMelibhuwa kaVulindawo kwindlu ...

Read More »

Iziduko zakwaNtu (Ngokwezizwe zabaMbo kunye namaNguni asemazantsi)

Xhosa men in tradional clothing talking in a village, mountains behind

Eligama elithi “AmaXhosa” kwezintsuku siphila kuzo lidla ngokusetyenziswa ukuquka unintsi lwezizwe eziseMpuma Koloni. Eneneni iMpuma Koloni inezizwe ngezizwe ezinobuKumkani bazo. Umzekelo: AmaXhosa iKumkani yawo ngu Kumkani u Sigcau, Ahh! Zwelonke! isizukulwana sikaTshawe Komkhulu eNqadu kuGatyana (Willowvale). AbaThembu iKumkani yabo ngu Kumkani u Buyelekhaya Dalindyebo, Ahh! Zwelibanzi! eBumbane Komkhulu eMthatha. Kube kho amaMpondo aseMpuma nawaseNtshona, ...

Read More »