Home / Tag Archives: AmaXhosa

Tag Archives: AmaXhosa

Umkhosi WokuKhahlela kaXhosa – King Zwelonke Royal Trust

Umkhosi wokuKhahlela ka Xhosa, Nqadu Great Place - pics by Hlathi - Sbu Jali Tsipa of Ramesu.co.za Photography (254)

Umkhosi wokukhahlela kaXhosa ngumnyhadala ozakwanzeka rhoqo ngonyaka phaya Komkhulu eNqadu ngomhla wesine kwinyanga kaTshazimpuzi (Annual ceremony that will take at the Nqadu Great Place on the 4th of April). Ngo 2018 uKumkani uZwelonke uzakube egqiba iminyaka engamashumi amahlanu (50 years old), ngoko ke uMkhosi wokuKhahlela uzakuba ngalemini yokuzalwa kweKumkani. Ngomhla ...

Read More »

King Hintsa Memorial Lecture 2017 by Prof Ncedile Saule

King Hintsa Memorial Lecture 2017 Presented by Professor Ncedile Saule

The King Hintsa TVET College together with The Xhosa Kingdom and the three surrounding Municipalities of Mnquma, Mbhashe and Amathole,  organised the King Hintsa Memorial Lecture 2017 which was presented by Professor Ncedile Saule on the 12 May 2017 at Butterworth Christian Centre, Extension 6, eGcuwa. This was exactly 182 years after ...

Read More »

AmaRharhabe Kingship restored

Queen Noloyiso Sandile of AmaRharhabe Xhosa

A decision by the Nhlapo Commission to demote the amaRharhabe kingship was recently reviewed and set aside by the North Gauteng High Court on Tuesday the 18th October 2016. The outcome was widely lauded as a move that will restore the dignity of the Rharhabe Kingdom. Judge Vuyelwa Vivian Tlhapi ...

Read More »

AmaXhosa Kingdom – A History (Part 1)

Xhosa Leaders - AmaRharhabe Queen Noloyiso Sandile, King Maxhob’ayakhawuleza Sandile, AmaGcaleka King Xolilizwe Sigcawu & Queen Nondwe Sigcawu in 1991

200 000 years ago – Earliest known ancestors of all Africans were living in the Omo River Valley, Ethiopia. 170 000 – 40 000 years ago – Foundations of Culture and first use of Imbola (red-ochre) at Blombos Cave, Mossel Bay. That was where we find the first use of ...

Read More »

XCUS (Xhosa Cultural Union of Students) 2015 Opening Function

Xhosa Cultural Union of Students - Wits University (Noxolo Grootboom, Jessica Mbangeni)

XCUS (Xhosa Cultural Union of Students) is a cultural society established within the University of the Witwatersrand.  It is the oldest cultural society at the University and was founded in 2001. Its aim is not only to unite Xhosa speaking students within the university but to also establish a sense ...

Read More »

Iziduko zakwaNtu (Ngokwezizwe zabaMbo kunye namaNguni asemazantsi)

Xhosa men in tradional clothing talking in a village, mountains behind

Eligama elithi “AmaXhosa” kwezintsuku siphila kuzo lidla ngokusetyenziswa ukuquka unintsi lwezizwe eziseMpuma Koloni. Eneneni iMpuma Koloni inezizwe ngezizwe ezinobuKumkani bazo. Umzekelo: AmaXhosa iKumkani yawo ngu Kumkani u Sigcau, Ahh! Zwelonke! isizukulwana sikaTshawe Komkhulu eNqadu kuGatyana (Willowvale). AbaThembu iKumkani yabo ngu Kumkani u Buyelekhaya Dalindyebo, Ahh! Zwelibanzi! eBumbane Komkhulu eMthatha. Kube kho amaMpondo aseMpuma nawaseNtshona, ...

Read More »