Home / Tag Archives: Iingane zooMa

Tag Archives: Iingane zooMa

Izingane zooMa (by Xolile Mgijima)

Xhosa mother and child, (Umama Nomntwana) SL_2009_DUGGANCRONIN

Thina sizingane zooMa Thina sizingane zomama beAfrika Thina sizingane zeendlezanekazi, intw’ezimibele mid’ebhonxe kunene Siyinzala yezikhukukaz’ezimaphik’amabalabala, Iimbelukazi zesizwe, imidak’emihle kunene Siyinzala yomama besintu oomama bakwaNtu Thina sizingane Zooma Thina sizingane zomama Sizingane zamaqhawekazi  iinkokheli zelizwe, Izisele zenyathi eziphuphuma lulwazi nemfundiso Int’ezifunde zade zayityekeza eyaseAfrik’imfundo Int’eziyazi ukusuka nokuhlala imbali yomdak’omnyama ooNolwazi kaloku ...

Read More »