Home / Tag Archives: Izibongo zamaBhaca

Tag Archives: Izibongo zamaBhaca

Iziduko zakwaNtu (Ngokwezizwe zabaMbo kunye namaNguni asemazantsi)

Xhosa men in tradional clothing talking in a village, mountains behind

Eligama elithi “AmaXhosa” kwezintsuku siphila kuzo lidla ngokusetyenziswa ukuquka unintsi lwezizwe eziseMpuma Koloni. Eneneni iMpuma Koloni inezizwe ngezizwe ezinobuKumkani bazo. Umzekelo: AmaXhosa iKumkani yawo ngu Kumkani u Sigcau, Ahh! Zwelonke! isizukulwana sikaTshawe Komkhulu eNqadu kuGatyana (Willowvale). AbaThembu iKumkani yabo ngu Kumkani u Buyelekhaya Dalindyebo, Ahh! Zwelibanzi! eBumbane Komkhulu eMthatha. Kube kho amaMpondo aseMpuma nawaseNtshona, ...

Read More »