Home / Tag Archives: King Sabatha Dalindyebo

Tag Archives: King Sabatha Dalindyebo

Imbongi yosiba uAkhona Mafani (Bhodl’ingqaka) unikwe uphum’aphele

Imbongi yosiba uAkhona Mafani (Bhodl’ingqaka) unikwe uphum’aphele

Imbongi yosiba uAkhona Mafani (Bhodl’ingqaka) waseRhini, unikwe uphum’aphele kwimicimbi yesebe lezemidlalo nenkcubeko kweli phondo ngenxa yombongo wakhe ogxeke umongameli uJacob Zuma. UMafani ufumene ingxelo zokuba umbongo wakhe ucaphukise umphathiswa uPemmy Majodina de washiya phakathi umcimbi ububanjelwe eRhini ngomhla wesithathu kule nyanga. “Ngumbongo obhaliweyo lo bendivakalisa izimvo zam apha ngento endikholelwa ...

Read More »