Home / Tag Archives: Ntsikane

Tag Archives: Ntsikane

Nangoku u Ntsikana wayengumngcatshi wexoki

Ntsikana ka Gabha, first Xhosa Christian - umngcatshi wexoki

Ndiphakanyiswa linqaku likaTshatshu, umfo kaMakuliwe lomhla we-15 kule yeSilimela 2017, elinesihloko esithi , “AmaXhosa ayebusila kwasendulo utywala.” Kuba ndivumelana nolo luvo andizukuchitha ixesha kulo mba noxa ndisahluka apha naphaya kuye, koko ndifuna nje ukumkhuza kule nto ekubonakala ukuba uzimisele kuyo- ukugxibha, anyembe nabani na ozakuzela ubunganga benkolo kaNtu. Ngethamsanqa, ndandiwuzimasile ...

Read More »