Home / Tag Archives: umbongo

Tag Archives: umbongo

POEM-Umbongo – Ndilixhoba kulamaxhalanga by Ncumisa Garishe MaMiya

vulture-POEM-Umbongo - Ndilixhoba kulamaxhalanga by Ncumisa Garishe MaMiya

Ndilixhoba kulamaxhalanga Andiqaphele angaqiqanga  Andiqabukela endiqwalasela Andifumana ndinqweneleka  Azigqamisa ezama ukuzisondeza Ngelokufeza umnqweno wokuzanezisa Esazi nje ukuba azakuzixhaphazela AziXhobise ngamaqhinga  Elungiselela ukundiqhatha qhatha Nam ndaqabuka sele’qhasha  Ndaweni yok’nqandwa Zisuke zaqhwatywa izandla kunconywa .   Ndilixhoba kulamaXhalanga Andisosiqondamva nto nje ndiphantsi kobunzima Ubunzima obakhelwe koluxanduva  Uxanduva lokuba nesizotha ngokuzola Ukuba yiGusha ...

Read More »